Home Search Countries Albums

Nomvula Lyrics

Ngeba s'yathandana
Uyal' uba sithandane, silal' emadongeni
Ndibanjwa nguwe uyal' uba s'thandane
Silal' emadongeni

Nguwe lo
Uyal' uba sithandane, silal' emadongeni
Ndenziwa nguwe uyal' uba s'thandane
Silal' emadongeni

Bazali bam, ndibizeleni uNomvula wam
Thethani naye, ithani imbi le ndawo enam
Bazali bam, ndibizeleni isithandwa sam
Yithani kuso, ithani imbi le ndawo enam

Sithandwa sam
Zalayish' imot' emasimini zalayisha
Oko ndilindile
Zalayish' imot' emasimini zalayisha

Sithandwa sam
Zalayisha imot' emasimini zalayisha
Akavel' uNomvula wam
Zalayish' imot' emasimini zalayisha

Ndiba ngathumel' abadlula ngendlela
Awuphenduli Nomvula wam
Ndiba ngathumela abahlobo bakho
Awuphenduli Nomvula wam

Ndiba ngathumel' abadlula ngendlela
Awubuyi Nomvula wam
Ndiba ngathumela abahlobo bakho
Awuphenduli Nomvula wam

Ngeba s'yathandana
Uyal' uba sithandane, silal' emadongeni
Ndibanjwa nguwe uyal' uba s'thandane
Silal' emadongeni

Nguwe lo
Uyal' uba sithandane, silal' emadongeni
Ndenziwa nguwe uyal' uba s'thandane
Silal' emadongeni

Bazali bam, ndibizeleni uNomvula wam
Thethani naye, ithani imbi le ndawo enam
Bazali bam, ndibizeleni isithandwa sam
Yithani kuso, ithani imbi le ndawo enam

Sithandwa sam
Zalayish' imot' emasimini zalayisha
Oko ndilindile
Zalayish' imot' emasimini zalayisha

Sithandwa sam
Zalayisha imot' emasimini zalayisha
Akavel' uNomvula wam
Zalayish' imot' emasimini zalayisha

Enjoy Synced Lyrics With Our Mobile App

Download on Google PlayGet it on App Store

WATCH VIDEO

ABOUT THIS SONG


Release Year : 2020


Album : Nomvula


Copyright : (c) 2020


Added By : Huntyr Kelx

SEE ALSO

AUTHOR

RAYGEE (GEORGE)

Kenya

George Ndungu (Raygee) popularly known as 'Raygee' aka George the 'Street ...

YOU MAY ALSO LIKE