Thandiwe Lyrics
Thandiwe, thandiwe, thandiwe
Kwasekuqaleni
Wawumgu Thandiwe wam
Ndingafuni nokuva nto
Xa ndicinga ndiva ubuhlungu
Izinto zajika. Bekutheni na?
Ndisele neengcinga
[CHORUS]
Ndicinga ngaw' ubusuku nemini
Mntakwethu kwenze njani
Phakath' kwam nawe? (Ingaba kuphlile?)
Ndicinga ngaw' ubusuku nemini
Mntakwethu kwenze njani
Phakath' kwam nawe? (Ingaba kuphlile?)
Ngoluthando
Nd'cela sihlale sibonisane
Singayek' umhlaba asihlukanise
Kudala siwa mina nawe baby
Kodwa sihlala thina sibambile
Ew' emhlaben kunzima
Andfun ukphila ngaphandle kwakho
Thandiwe
Thandiwe (Thandiwe)
Thandiwe (Thandiwe)
Thandiwe (Thandiwe)
Thandiwe (Thandiwe)
(Thandiwe mntakwethu)
Thandiwe wam
(Kushiyeke iingcinga)
[CHORUS]
Ndicinga ngaw' ubusuku nemini
Mntakwethu kwenze njani
Phakath' kwam nawe? (Ingaba kuphlile?)
Ndicinga ngaw' ubusuku nemini
Mntakwethu kwenze njani
Phakath' kwam nawe? (Ingaba kuphlile?)
Ndicinga ngaw' ubusuku nemini
Mntakwethu kwenze njani
Phakath' kwam nawe? (Ingaba kuphlile?)
Ndicinga ngaw' ubusuku nemini
Mntakwethu kwenze njani
Phakath' kwam nawe? (Ingaba kuphlile?)
WATCH VIDEO
ABOUT THIS SONG
Release Year : 2019
Album : Naninina (Album)
Copyright : © 2016 Muthaland Entertainment
Added By : Farida
SEE ALSO
AUTHOR
YOU MAY ALSO LIKE