Home Search Countries Albums

Naninina

VUSI NOVA

Naninina Lyrics


Ndikhumbula amaxesh' akudala
Usekhona emhlabeni wena
Ndikhumbul' iimfundiso zakho
Ndicel' ukubonga mama
Kalok' utata wasishiya kudala
Ibiyintando yakho bawo
Umama wazama ngakho konke emandleni
Lade lafik' elakh' ixesha
Bawo, ndyakucela ndingadanis' abazali bam
Nanini na, Bawo
Ndiyakucela nkosi yam, 
Ndingadanis' abazali bam
Nanini na Bawo

Ndiyakucela nkosi yam
Ndingadanis' abazali bam
Nanini na Bawo
Bawo ndiyacela kuwe
Oh Qamata, ndicel' undiph' amndla
Ndibe ngumntu wabantu nkosi yam
Njengoba ndafundisw' ekhaya
Ndyabulela bazali bam
Konk' endikwenzayo
Imizamo yam yokubonis' abantu iintliziyo zenu
Hayi andisakwazi ukuzibamba iinyembezi
Uthi mandenze njani, Bawo

Ndiyakucela nkosi yam
Ndingadanis' abazali bam
Nanini na Bawo
Mama nawe tata, ndicela ningaxhali ngam
Kalok yen' umarhadebe uyenzil' indima yakhe
Lalani ngoxolo, ugqatso nilufezile
Umsebenzi wenu niwugqibile apha emhlbeni
Bawo, ndyakucela ndingadanis' abazali bam
Nanini na, Bawo
Ndiyakucela nkosi yam, 
Ndingadanis' abazali bam
Nanini na Bawo
Nanini na Bawo

Enjoy Synced Lyrics With Our Mobile App

Download on Google PlayGet it on App Store

WATCH VIDEO

ABOUT THIS SONG


Release Year : 2016


Album : Naninina (Single)


Added By : Olivier charly

SEE ALSO

AUTHOR

VUSI NOVA

South Africa

Vusi Nova is a musician from Port Elizabeth in South Africa ...

YOU MAY ALSO LIKE