Home Search Countries Albums

Ukufezwa Kwamadinga

NCEBAKAZI MSOMI

Ukufezwa Kwamadinga Lyrics


Phakamis’ ingcinga zethu
Phakamis’ ingcinga zethu
Moya oyingcwele
Sikhumbul’ izenzo zakho
Sizishumayele 
Leya mini wehla ngayo
Mayiphindwe kuthi
Kuze lowo mlilo wakho
Uwe apha kuthi
Yiz’ uxela isaqhwithi 
Uzalis’ indawo
Size siv’ amandla akho
Kwanokwenza kwakho
Ukufezwa kwamadinga sikulindile apha

Yehla moya oyingcwele
Usebenza apha
Yehla moya oyingcwele
Usebenze apha
Usebenze apha
Yehla moya oyingcwele
Usebenze apha
Yehla moya oyingcwele
Usebenze apha
Yehla moya oyingcwele
Usebenze apha
Yehla moya oyingcwele
Usebenze apha
Yehla moya oyingcwele
Usebenze apha
Yehla moya oyingcwele
Usebenze apha
Yehla moya oyingcwele
Usebenze apha
Yehla moya oyingcwele
Usebenze apha
Yehla moya oyingcwele
Usebenze apha

Enjoy Synced Lyrics With Our Mobile App

Download on Google PlayGet it on App Store

WATCH VIDEO

ABOUT THIS SONG


Release Year : 2021


Album : Ukufezwa Kwamadinga (Single)


Added By : Farida

SEE ALSO

AUTHOR

NCEBAKAZI MSOMI

South Africa

Ncebakazi Msomi is a musician from South Africa ...

YOU MAY ALSO LIKE