Home Search Countries Albums

Ina Iyeza

ZAIN SA

Read en Translation

Khawundixelele
Bukhona ubomi obungenazo iingxaki?
Khawundixelele
Bukhona ubomi obungenazo iinzingo?

Obu bomi siphila kubo, bunokufa
Obu bomi siphila kubo kunegolo
Intlupheko Ezintliziyweni zethu
Ifun' ingoma eliyeza

Ina inah inah iyeza
Sela sela sela sela
Ina inah inah iyeza
Sela, sela, sela sela

Ina inah, inah iyeza
Sela, sela, sela sela
Ina inah, inah iyeza
Sela, sela, sela sela

Eh ehe eh

Khawundixelele bukhona ubomi obungenazo iingxaki?
Khawundixelele bukhona ubomi obungenazo iinzingo?
Obu bomi siphila kubo bunokufa
Obu bomi siphila kubo kunegolo
Intlupheko Ezintliziyweni zethu
Ifun' ingoma, eliyeza

Ina inah inah iyeza
Sela sela sela sela
Ina inah inah iyeza
Sela sela sela sela

Ina inah inah iyeza
Sela sela sela sela
Ina inah inah iyeza
Sela sela sela sela

WATCH VIDEO

ABOUT THIS SONG


Added By : Huntyr Kelx


Release Year : 2021


Album : Peyano (Album)


Genre :


Copyright : (c) 2021

SEE ALSO

AUTHOR

ZAIN SA

South Africa

Zain SA is an artist from South Africa. ...

YOU MAY ALSO LIKE