Home Search Countries Albums

Nomnganga Lyrics


Ubumona uyakulawula
Sumanu ngcucalaza njenge ngqeqe
Buya kwesosimo uzibizela unomnganga

Jik’isazela siyakubhuqea
Sumanu ngcucalaza njenge ngqeqe
Buya kwesosimo uzibizela unomnganga, unomnganga
Wena uzibizela unomnganga

Tshini kutheni ufuna undivalela indlela
Wena uzibizela unomnganga
Yintoni ngawe
Yintoni ngawe
Wena uzibizela unomnganga

Nasebusuku andisalali
Ndenze ntoni mna kule lali
Wena uzibizela unomnganga

Yemntaka mama subanaka, subahoya
Yhu banomona kulendawo
Ndababona abasithandi, abasifuni kule ndawo
Mtakamama siyazalana
Masonwabe

Yemntaka mama subanaka, subahoya
Yhu banomona kulendawo
Ndababona abasithandi, abasifuni kule ndawo
Mtakamama siyazalana
Masonwabe

Yima kutheni ufuna undivalela indlela
Wena uzibizela unomnganga
Yintoni ngawe, Yintoni ngawe
Wena uzibizela unomnganga

Nasebusuku andisalali
Ndenze ntoni mna kule lali
Wena uzibizela unomnganga

Ubumona uyakulawula
Sumanu ngcucalaza njenge ngqeqe
Buya kwesosimo uzibizela unomnganga

Jik’isazela siyakubhuqea
Sumanu ngcucalaza njenge ngqeqe
Buya kwesosimo uzibizela unomnganga

 

Yemntaka mama subanaka, subahoya
Yhu banomona kulendawo
Ndababona abasithandi, abasifuni kule ndawo
Mtakamama siyazalana
Masonwabe

Yima kutheni ufuna undivalela indlela
Wena uzibizela unomnganga
Yintoni ngawe
Yintoni ngawe
Wena uzibizela unomnganga

Nasebusuku andisalali
Ndenze ntoni mna kule lali
Wena uzibizela unomnganga

Enjoy Synced Lyrics With Our Mobile App

Download on Google PlayGet it on App Store

WATCH VIDEO

ABOUT THIS SONG


Release Year : 2021


Album : Nomnganga (Single)


Added By : Afrika Lyrics

SEE ALSO

AUTHOR

RETHABILE KHUMALO

South Africa

Rethabile Khumalo is a singer/songwriter and guitarist from South Africa. ...

YOU MAY ALSO LIKE