Intliziyo Lyrics

Kukh' indawo, intliziyo
Wayenz' uthixo yafihlakala
Angek' uzazi iingcinga zomntu
Neendlela zakhe zaziwa nguye
Angek' uzazi iingcinga zomntu
Neendlela zakhe ahamba ngazo
Kanti zisetshe wena, ngokwakho
Uhamba kanjani
Kanti zisetshe wena, ngokwakho
Uhamba kanjani
Undihlambe intliziyo
Ndingekalali kobu buthongo
Undihlambe ezonweni
Ndingekalali kobu buthongo
Angek' uzazi iingcinga zomntu
Neendlela zakhe zaziwa nguye
Angek' uzazi iingcinga zomntu
Neendlela zakhe ahamba ngazo
Kanti zisetshe wena, ngokwakho
Uhamba kanjani
Kanti zisetshe wena, ngokwakho
Uhamba kanjani
Ingakwenza uzibuz'
Imibuzo engaphendulekiyo
Ingakwenza ungalal' ebusuku
Ingakufaka ezintweni intliziyo yakho
Ingakufaka ezintweni intliziyo yakho
Kanti zisetshe wena, ngokwakho
Uhamba kanjani
Kanti zisetshe wena, ngokwakho
Uhamba kanjani
Lent' uyenzayo (Kanti zisetshe wena, ngokwakho)
Noba wenzani, uzenzela wena
Kanti zisetshe wena, ngokwakho
Uhamba kanjani
Kanti zisetshe wena, ngokwakho
Uhamba kanjani
Kukh' indawo, intliziyo
Wayenz' uthixo yafihlakala
WATCH VIDEO
ABOUT THIS SONG
Release Year : 2015
Album : Intliziyo (Single)
Added By : Olivier charly
SEE ALSO
AUTHOR
YOU MAY ALSO LIKE