Nomkitha Lyrics

Ndibanjwa luvalo..., Xa ndibona wena
Andisakwazi nokuzi bamba.
Ndincuma kakhulu xa ndibona wena
Andali ndiyoyika..., Ukuthetha nawe
Kodwa Nomkhitha
Khand'nik'thuba, Ndithethe nawe Ohhh
Ndyak'cela mamela
Ngawe ndyaz'fela
Ngawe ndyaz'fela
Khawleza sondela
Khawleza sondela
Ndikthand'okwempela
Ndikthand'okwempela
Nomkhithakazi, Nomkhithakazi
Buyandiphambanisa ubuhle bakho
Intliziyo yam igcwelu'thando lwakho
Inkomo zikhona, baph'abazali bakho
Ndizimisel ukba ngumyeni wakho.
Ndyak'cela mamela
Ndyakcela mamela
Ngawe ndyaz'fela
Ngawe ndyaz'fela
Khawleza sondela
Khawleza sondela
Khawleza sondela
Ndikthand'okwempela
Ndikthand'okwempela
Nomkhithakazi, Nomkhithakazi
Nomkhithakazi, Nomkhithakazi
Ndyak'cela mamela
Ndyak'cela mamela
Ngawe ndyaz'fela
Ngawe ndyazfela
Khawleza sondela
Khawleza sondela
Ndikthand'okwempela
Ndikthand'okwempela
Ndyakcela mamela
Ndyakcela mamela
Ngawe ndyaz'fela
Ngawe ndyaz'fela
Khawleza sondela
Khawleza sondela
Ndikthand'okwempela
Ndikthand'okwempela
Nomkhithakazi, Nomkhithakazi
WATCH VIDEO
ABOUT THIS SONG
Release Year : 2017
Album : Nomkitha (Single)
Added By : Olivier charly
SEE ALSO
AUTHOR
YOU MAY ALSO LIKE