Home Search Countries Albums
Read en Translation

Kuthiwa uthando luyapholisa
bendicel'undinik'olwakho
Kuthiwa uthando luyathambisa
bendicel'undenze ndibengowakho
'cause now I need you
I need you right now
My lonely feelings need you to go down
'cause now I need you
I need you right now
My lonely feelings need you to go down
Ndicela undithande undithathe
undivis'undithande thande undithande nganel'
Ndicela undithande undithathe
undivis'undithande thande undithande nganel'
Ng'thande uwhooowhoo
Ng'thande ungaz'uyeke
Ng'thande uwhooowhoo
Ng'thande ungaz'uyeke

kuthiwa uthando lwangempela soze ndilufumane kuwe
kodwa ndithembis'intliziyo yakho ndilinde uzinikezele kum
'cause now I need you
I need you right now
This pain is heavy I need it to go down
The slowly time
I need it to come up
My lonely feelings need you to go down
Ndicela undithande undithathe
undivis'undithande thande undithande nganel'
Ndicela undithande undithathe
undivis'undithande thande undithande nganel'
Ng'thande uwhooowhoo
Ng'thande ungaz'uyeke
Ng'thande uwhooowhoo
Ng'thande ungaz'uyeke

Ng'thande uwhooowhoo
Ng'thande ungaz'uyeke
Ng'thande uwhooowhoo
Ng'thande ungaz'uyeke
Ndicela undithande undithathe
undivis'undithande thande undithande nganel'
Ndicela undithande undithathe
undivis'undithande thande undithande nganel'
Ng'thande uwhooowhoo
Ng'thande ungaz'uyeke

WATCH VIDEO

ABOUT THIS SONG


Added By : Farida


Release Year : 2020


Album : Uyeke (Single)


Genre :

SEE ALSO

AUTHOR

HEAVY-K

South Africa

Heavy-K is a musician from South Africa. ...

YOU MAY ALSO LIKE