Home Search Countries Albums

Ilanga Litshonile

DBO

 
Ilanga
Litshonile, Litshonile
Ubusuku bufikile 
Ubusuku bufikile 
Litshonile, Litshonile
Uzube nam nkosi yam 
Uzube nam nkosi yam 
 
When you feeling all the pains
You should go on your knees
You should guarantee yourself
You must pray for your sins
Modimo kearapela
Le ditshaba dinfihlela
Le batswanle banjikela, I will never begdown
I will Always prays you
Even if I'm feeling good
Asoze wandiyekela kwinqwithela zalomhlaba
Nob'utshaba selufikile nguwe umnini walendawo
You are alpha and omega
You are my life processor
I ma prays you whenever
Bezama ukundokhela
Uyayaz nawe Thixo ukuba ndim unyana wakho
Owamphefumlelayo waze wambeka isandla sakho
Isandla sakho
Sesona sandla sinamandla kulomhlaba
Nokuba sekunjani nguwe umqobi wez'gigaba
Ngaphandle kwakho andiziboni kulomhlaba
Whenever I prays you ndiphelelwa lixhala.
 
Mna ndiyazazi ndingumoni phambi kwakho
And futhi ndiyazazi ndiyaphila nalukholo lwakho
Ndim unyanakho owafungayo ukuba ndingowakho
Ndizohlala ndingowakho futhi ndisenza intando yakho
I pray everyday coz Thixo you my everything
You part of my life everyday you playing different scenes
Uzundikhokhele ngoba wena Thixo awohlulwanto
Wena, uzam' icebo noba sekusithiwa andinanto
  
Unguthixo walomhlaba wonke
Wonke umhlaba ukholwa kuwe 
Unguthixo walomhlaba wonke
Wonke umhlaba ukholwa kuwe
 
Even if we feeling breeze, you the one who's bringing heat
Especially to the people who are staying on the streets
I pray, ilanga xalitshona uzube nabo
Kubo, makudede ubumnyama kuvele ukukhanya, Thixo

 

WATCH VIDEO

ABOUT THIS SONG


Added By : Bokang Ramotsamai


Release Year : 2020


Album : Ilanga Litshonile (Single)


Genre :

SEE ALSO

AUTHOR

DBO

South Africa

...

YOU MAY ALSO LIKE