Ndikhawulele Lyrics

Ndijonge emehleni
Thetha ndimamele
Uziva njani naa?
Uziva njani ngam?
Bambisandla sam
Sondela uduze
Uzivha njani naa?
Uzivha njani ngam?
Ndikhawulele
Ndikhawulele
Ndixelele
Uzivha njani na?
Uzivha njani ngam?
Usandithanda?
Usandithanda na?
Ngabe, usandithanda?
Usandithanda na?
Ndiza Kuwe ndimsulwa
Bona nanga amanxeba am
Enhlizweni yam kusobabala
Kukhala esakho isiginci
Ebumnyameni, ekukhanyeni, soze ndijike
Ukuba ndizivha njani na aa
Ndizivha njani ngawe
Ndisakuthanda
Ndisakuthanda aaa
Ndisakuthanda
Ndisakuthanda aaa
Ndikhawulele
Ndikhawulele
Ndixelele
Ukuba uzivha njani naa?
Uzivha njani ngam?
Usandithanda?
Usandithanda na?
Usandithanda?
Usandithanda na?
Ingabe, Usandithanda?
Usandithanda na?
Usandithanda?
Usandithanda na?
Uzivha njani na
Uzivha njani ngami?
Uzivha njani na?
Uzivha njani ngami?
Ndikhawulele
Ndikhawulele
Ndixelele
Ukuba uzivha njani naa
Uzivha njani ngam
Uzivha njani na
Uzivha njani ngami
Uzivha njani na
Uzivha njani ngami
Uuuuu uuuu uuuu
Uuuuu uuu uuuu
WATCH VIDEO
ABOUT THIS SONG
Release Year : 2021
Album : Ndikhawulele (Single)
Copyright : (c) 2021
Added By : Huntyr Kelx
SEE ALSO
AUTHOR
BERITA
South Africa
Berita is a multi-award-winning singer-songwriter, guitarist and music producer from South Afri ...
YOU MAY ALSO LIKE