Iphupho Lam Lyrics

Ndinephupho ngezinto endingazaziyo
Kodwa ngeny'imini zizophumelela
Ndizalwe ndiyintombi yasebukhosini
Ndiyazidla ngenxa yakho
Empilweni ndizophumelela ngenxa yakho
Ndiyabulele enkosi kuwe
Ndibalekela kuwe
Undenza msulwa
Nok'ba umhlaba ungasohlukanisa
Phupho lwam dibana nam
Xa ukhona kuyenzeka
(Ngeny'imini as I'm breathing)
Phupho lwam dibana nam
Xa ukhona kuyenzeka
(Ngeny'imini as I'm breathing)
Ndibalekela kuwe
Undenza msulwa (aah aah)
Nok'ba umhlaba ungasohlukanisa (aah aah)
Ndinephupho ngezinto endingazaziyo
Kodwa ngeny'imini zizophumelela
Ndizalwe ndiyintombi yasebukhosini
Ndiyazidla ngenxa yakho
Ndibalekela kuwe (aah aah)
Undenza msulwa (aah aah)
Nok'ba umhlaba ungasohlukanisa (aah aah)
Phupho lam khawudibane nam (dibana nam)
Xa ndihlangene nawe (xa ukhona)
(Ngeny'imini as I'm breathing) kuyenzeka
Phupho lami hlangana nam (dibana nam)
Xa ndidibene nawe kuyenzeka (xa ukhona kuyenzeka)
(Ngeny'imini as I'm breathing)
Phupho lwam dibana nam (dibana nam)
Dibana nami (xa ukhona)
(Aah aah) kuzokwenzeka!
WATCH VIDEO
ABOUT THIS SONG
Release Year : 2021
Album : Nqaba Yam (Album)
Copyright : (c) 2021
Added By : Huntyr Kelx
SEE ALSO
AUTHOR
ZAHARA
South Africa
Zahara real name Bulelwa Mkutukana is an award winning singer/songwriter and a self taught Guitarist ...
YOU MAY ALSO LIKE