Uthando Lwam Lyrics

Wathi gqi ndingakulindelanga
Wena! Wathi gqi ndingazimiselanga
Kuveza intliziyo yam ngobunzulu bayo
Komnye! Undiqubule, ndincumile
Ngaphakathi
Lathi tha ndingalilindelanga
Lelakho! Kwadeda amafu kwashukuma iintaba
Nguwe! Unyathela njengothweswe ubukhosi
Wena! Undiqubule, ndikuvumile
Kwaye nalu uthando lwam
Uthando lwam, uthando lwam
Uthando lwam, uthando lwam
Uthando lwam, uthando lwam
Nal’uthando lwam
Uthando lwam, uthando lwam
Uthando lwam, uthando lwam
Uthando lwam, uthando lwam
Oko wandifunda andiswelanga inyaniso
Undikhapha ngokwenyama nangomphefumlo
Kwaye isandla sam awusiqinisanga kwesakho
Undivulile, ndikukhethile
Kunaphakade
Uthando lwam, uthando lwam
Uthando lwam, nal’uthando lwam
Uthando lwam, uthando lwam
Uthando lwam, uthando lwam
Uthando lwam, uthando lwam
Uthando lwam, uthando lwam
Uthando lwam, uthando lwam
Uthando lwam, uthando lwam
Uthando lwam, nal’uthando lwam
Uthando lwam, uthando lwam
Uthando lwam, uthando lwam
Uthando lwam, uthando lwam
WATCH VIDEO
ABOUT THIS SONG
Release Year : 2021
Album : Platinumb Heart Beating (Album)
Copyright : (c) 2021
Added By : Huntyr Kelx
SEE ALSO
AUTHOR
MSAKI
South Africa
Msaki is a composer and singer-songwriter from East London, South Africa ...
YOU MAY ALSO LIKE